UMATEYU 26:3 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UMATEYU 26:3 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi ngelo xa ababingeleli abakhulu, nababhali, namadoda amakhulu abantu, bahlanganisana endlwini yombingeleli omkhulu okuthiwa nguKayafa
UMATEYU 26:3 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngelo xesha ababingeleli abaziintloko namadoda amakhulu abantu babehlanganisene emzini kaKayafa, umbingeleli omkhulu.
UMATEYU 26:3 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula bahlanganisana abaperisite abakulu, nababa̔li, nabadala babantu, endlwini yomperisite omkulu o‐kutiwa ngu‐Kayafasi
UMATEYU 26:3 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Bahlanganisana ngoko ababingeleli abakhulu, nababhali, namadoda amakhulu abantu, endlwini yombingeleli omkhulu okuthiwa nguKayafa.