UMATEYU 24:12-13
UMATEYU 24:12-13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Nangenxa yokwanda kokuchasa umthetho, luya kuphola uthando lwabaninzi. Ke onyamezeleyo kwada kwaba sekupheleni, lowo uya kusindiswa.
Yabelana
Funda UMATEYU 24UMATEYU 24:12-13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ububi buya kwanda kangangokuba luphole uthando lwabaninzi. Ke lowo uzingisa kude kube sekupheleni wosindiswa.
Yabelana
Funda UMATEYU 24