UMATEYU 24:12 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UMATEYU 24:12 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Nangenxa yokwanda kokuchasa umthetho, luya kuphola uthando lwabaninzi.

UMATEYU 24:12 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ububi buya kwanda kangangokuba luphole uthando lwabaninzi.

UMATEYU 24:12 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Kuze kuti ngenxa yokwandiswa kwokungalungileyo, kupole utando lwabaninzi.

UMATEYU 24:12 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Nangenxa yokwanda kokuchasa umthetho, luya kuphola uthando lwabaninzi.