UMATEYU 2:9 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UMATEYU 2:9 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zimvile ke zona ukumkani, zahamba; nantso inkwenkwezi leyo zayibonayo empumalanga izandulela, yada yaya kuma phezu kwendawo abekuyo umntwana lowo.
UMATEYU 2:9 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zakuba zimvile ukumkani, iingcali zahamba; nantso inkwenkwezi leyo zayibonayo empumalanga, izikhokela, de yaya kuma phezu kwendawo abekuyo umntwana lowo.
UMATEYU 2:9 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zati zimvile nje ukumkani, zemka; kekaloku bona ke, inkwenkwezi, leyo zibe ziyibonile empumalanga, yahamba pambili kuzo, yada yeza yema pezu kwalapo umntwana wayekona.
UMATEYU 2:9 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Zimvile ke zona ukumkani, zahamba; nantso inkwenkwezi leyo zayibonayo empumalanga izikhokela, yada yaya kuma phezu kwendawo abekuyo umntwana lowo.