Skip to content
Uphawu lwe App yeBhayibhile

UMATEYU 2:8 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UMATEYU 2:8 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

wazithuma ke eBhetelehem, wathi, Hambani niye nicokise ukubuzisa ngomntwana lowo; xa ke nithe namfumana, ze nindibikele, ukuze nam ndiye kumnqula.

UMATEYU 2:8 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Wazithumela eBhetelehem, esithi: “Hambani niye kubuzisa kakuhle ngomntwana lowo. Ze nithi ke, nakumfumana, nindixelele, ukuze nam ndiye kumnqula.”

UMATEYU 2:8 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Waza wazituma e‐Beteleheme, wati: Hambani niye nibuze kunene umntwana lowo; niti nxa nimfumeneyo, nindishumayeze, ukuba nam ndize ndimbedeshe.

UMATEYU 2:8 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Wazithuma ke eBhetelehem, wathi, Hambani niye nicokise ukubuzisa ngomntwana lowo; xa ke nithe namfumana, ze nindibikele, ukuze nam ndiye kumnqula.