Yiya kumxholo

UMATEYU 2:5 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UMATEYU 2:5 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Bathe ke kuye, EBhetelehem yelakwaYuda; kuba kubhaliwe ngomprofeti kwathiwa

UMATEYU 2:5 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Bathi kuye: “EBhetelehem kwaJuda, kuba kubhaliwe *ngumshumayeli kwathiwa

UMATEYU 2:5 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Baza bati kuye: e‐Beteleheme yase‐Judeya; ngokuba kuba̔liwe njalo ngomprofite, ukuti

UMATEYU 2:5 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Baza bathi kuye, eBhetelehem yelakwaYuda; kuba kubhaliwe ngokunjalo ngomprofeti kwathiwa