UMATEYU 2:4 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UMATEYU 2:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahlanganisa ke bonke ababingeleli abakhulu nababhali babantu, wababuza ukuba ubeya kuzalelwa phi na uKristu.•
Yabelana
UMATEYU 2 XHO75UMATEYU 2:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ebahlanganisile ke bonke ababingeleli abaziintloko nabachazi-mthetho balapho, wabuza kubo ukuba uKrestu ubeya kuzalelwa phi na.
Yabelana
UMATEYU 2 XHO96UMATEYU 2:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ke akuba ebahlanganisile bonke abaperisite abakulu nababa̔li babantu, wabuza kubo ukuba uzalwa pina u‐Kristu.
Yabelana
UMATEYU 2 XHO1902AUMATEYU 2:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wabahlanganisa ke bonke ababingeleli abakhulu nababhali babantu, wababuza ukuba ubeya kuzalelwa phi na uKristu.
Yabelana
UMATEYU 2 CXB24