Yiya kumxholo

UMATEYU 2:23 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UMATEYU 2:23 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ufiké wema emzini ekuthiwa yiNazarete; ukuze kuzaliseke okwathethwayo ngabaprofeti, okokuba wobizwa ngokuthi ungowaseNazarete.

UMATEYU 2:23 XHO96 (IBHAYIBHILE)

waya kuhlala kwidolophu ekuthiwa yiNazarete. Oku kwênzeka ukuze kuzaliseke okwathethwayo *ngabashumayeli, besithi wobizwa ngokuba ngumNazarete.

UMATEYU 2:23 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

weza wema esixekweni esi‐kutiwa yi‐Nazarete, ukuze kuzaliseke oko kwatetwayo ngabaprofite ukuti: Uya kubizwa ngokuti ungum‐Nazarete.

UMATEYU 2:23 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ufike wahlala emzini ekuthiwa yiNazarete, ukuze kuzaliseke okwathethwayo ngabaprofeti, kwathiwa, Uya kubizwa ngokuba ungumNazarete.