Yiya kumxholo

UMATEYU 2:14 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UMATEYU 2:14 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Evukile ke yena, wamthabatha umntwana nonina ebusuku, wemka waya eYiputa.

UMATEYU 2:14 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Wavuka ke uJosefu, wamthatha umntwana nonina ebusuku, wabalekela eJiputa

UMATEYU 2:14 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Wesuka ke, watabata umntwana nonina ebusuku, wemka waya e‐Jipete

UMATEYU 2:14 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Evukile ke yena, wamthabatha umntwana nonina ebusuku, wemka waya eYiputa.