Yiya kumxholo

UMATEYU 2:12 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UMATEYU 2:12 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Zathi, kuba zihlatyelwe nguThixo ephupheni ukuba zingabuyi ziye kuHerode, zemka ngayimbi indlela ukuya ezweni lakowazo.

UMATEYU 2:12 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Zathi ke, ziyalelwe nguThixo ephupheni ukuba zingabuyi ziye kuHerode, zemka ngandlela yimbi ukuya kwelakowazo.

UMATEYU 2:12 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Zaza zati, ziyaliwe NGUTIXO epupeni ukuba mazingabuyi ziye ku‐Herodi, zemka ngenye indlela ukuya ezweni lakowazo.

UMATEYU 2:12 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Zakuba zihlatyelwe nguThixo ephupheni ukuba zingabuyi ziye kuHerode, zemka ngayimbi indlela ukuya ezweni lakowazo.