UMATEYU 2:10 - Compare All Versions

UMATEYU 2:10 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Zathi ke, zakuyibona inkwenkwezi, zavuya ngovuyo olukhulu kakhulu.

UMATEYU 2:10 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Zathi ke, zakuyibona inkwenkwezi, zavuya gqitha.

UMATEYU 2:10 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Zathi ke, zakuyibona inkwenkwezi, zavuya ngovuyo olukhulu.