UMATEYU 19:6 - Compare All Versions

UMATEYU 19:6 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ngako oko abasebabini, banyama-nye; oko ke ngoko uThixo akumanyileyo, makungahlulwa mntu.

UMATEYU 19:6 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ke ngoko àbasebabini, koko banye. Abo ke uThixo abamanyileyo mabangahlulwa mntu.”

UMATEYU 19:6 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ngako oko abasebabini, banyama-nye. Oko ke ngoko uThixo akumanyileyo, makungahlulwa mntu.

UMATEYU 19:6 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ngako oko abasebabini, bayinyama nye. Ngoko ke, oko UTIXO akubandakanyileyo, makungahlulwa mntu.