Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UMATEYU 19:17

UMATEYU 19:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Uthe ke kuye, Yini na ukuba uthi ndilungile? Akukho ulungileyo, mnye kwaphela, nguThixo. Ukuba ke uthanda ukungena ebomini, yigcine imithetho.

Yabelana
Funda UMATEYU 19

UMATEYU 19:17 IBHAYIBHILE (XHO96)

UYesu wathi kuye: “Kutheni ukuba undibuze ngokulungileyo? Mnye kuphela olungileyo. Ukuba ufuna ukubudla ubomi, yigcine imiyalelo.”

Yabelana
Funda UMATEYU 19

UMATEYU 19:17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Uthe ke yena kuye, Yini na ukuba uthi ndilungile? Akukho ulungileyo, mnye kwaphela, nguThixo. Ukuba ke uthe wangena ebomini, yigcine imithetho.

Yabelana
Funda UMATEYU 19

UMATEYU 19:17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Wayesiti kuye: Yinina ukuba uti ndingolungileyo? akuko olungileyo, kupela umnye, o NGUTIXO. Kodwa ukuba unga ungangena ebomini, gcina imiyalelo.

Yabelana
Funda UMATEYU 19
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo