Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UMATEYU 10:32-33

UMATEYU 10:32-33 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wonke umntu ngoko oya kundivuma phambi kwabantu, ndiya kumvuma nam phambi koBawo osemazulwini. Osukuba ke eya kundikhanyela phambi kwabantu, ndiya kumkhanyela nam phambi koBawo osemazulwini.

Yabelana
Funda UMATEYU 10

UMATEYU 10:32-33 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Wonke umntu othe wandivuma phambi kwabantu, nam ndothi ndimvume kuBawo osezulwini. Ke ondikhanyelayo ebantwini, nam ndiya kumkhanyela kuBawo osezulwini. ”

Yabelana
Funda UMATEYU 10

UMATEYU 10:32-33 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wonke umntu ngoko oya kundivuma phambi kwabantu, ndiya kumvuma nam phambi koBawo osemazulwini. Osukuba ke eya kundikhanyela phambi kwabantu, ndiya kumkhanyela nam phambi koBawo osemazulwini.

Yabelana
Funda UMATEYU 10

UMATEYU 10:32-33 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngako osukuba endivuma mna ebusweni babantu, nam ndiya kumvuma yena ebusweni BOBAWO osezulwini: kodwa osukuba endikanyela mna ebusweni babantu, nam ndiya kumkanyela yena ebusweni BOBAWO osezulwini.

Yabelana
Funda UMATEYU 10
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo