UMATEYU 10:2 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UMATEYU 10:2 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amagama ke abapostile• abo balishumi elinababini ngawo la: owokuqala, uSimon ekuthiwa nguPetros, noAndreya umzalwana wakhe; uYakobi kaZebhedi, noYohane umzalwana wakhe
UMATEYU 10:2 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nânga ke amagama abafundi abalishumi elinambini: kuqala, uSimon, lo kuthiwa nguPetros, noAndreya umntakwabo; uYakobi, noYohane umntakwabo, oonyana bakaZebhedi
UMATEYU 10:2 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku amagama abapostile abalishumi linababini ngawo la: Owokuqala, u‐Simone o‐kutiwa ngu‐Petrosi, no‐Andreya umninawe wake; u‐Yakobi unyana ka‐Zebedi, no‐Johane umninawe wake
UMATEYU 10:2 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ngawo la ke amagama abapostile abalishumi elinababini; Owokuqala ibinguSimon ekuthiwa nguPetros, noAndreya umzalwana wakhe; uYakobi kaZebhedi, noYohane umzalwana wakhe