Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UMALAKI 2:16

UMALAKI 2:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

kuba ndikuthiyile ukwala, utsho uYehova, uThixo kaSirayeli; ndimthiyile nogubungela ingubo• yakhe ngogonyamelo, utsho uYehova wemikhosi; wugcineni ke umoya wenu, ninganginizi.

Yabelana
Funda UMALAKI 2

UMALAKI 2:16 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Ndiluthiyile uqhawulo-mtshato,” utsho uNdikhoyo uThixo kaSirayeli. “Indoda eyenjenjalo imambathisa ngenkohlakalo umfazi wayo,” utsho uNdikhoyo onamandla onke. Ngoko ke wulawuleni umoya wenu, ningazaphuli izithembiso zenu.

Yabelana
Funda UMALAKI 2

UMALAKI 2:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngokuba, uYehova, uThixo kaSirayeli, uthi, uluthiyile ulwaluko; ngokuba umntu ugubungela ubugwenxa ngengubo yakhe, utsho uYehova wemikhosi; Zigcineni ke imiphefumlo yenu, ukuze ningenzi ubugqwetha.

Yabelana
Funda UMALAKI 2

UMALAKI 2:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba etiya ukuba kulahlwe, utsho UYEHOVA, UTIXO wo‐Sirayeli, nokuba indoda igubungele ingubo yayo ngobudlwengu, utsho UYEHOVA wemikosi: ngako lumkelani umoya wenu, ukuba ningenzi ngobuxoki.

Yabelana
Funda UMALAKI 2
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo