ULUKA 9:25 - Compare All Versions
ULUKA 9:25 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kumnceda ntoni na umntu ukuthi azuze ihlabathi liphela, abe ke ezilahlile, mhlawumbi ezonakalisile?
Yabelana
ULUKA 9 XHO75ULUKA 9:25 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kaloku komnceda ntoni na umntu ukuba uthe walizuza ihlabathi liphela, abe yena ezilahlile okanye onakalelwe?
Yabelana
ULUKA 9 XHO96ULUKA 9:25 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kumnceda ntoni na umntu ukuthi azuze ihlabathi liphela, abe ke ezilahlile, mhlawumbi ezonakalisile?
Yabelana
ULUKA 9 CXB24ULUKA 9:25 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kuya kunceda nto nina umntu, akulizuza ilizwe lonke, wati yena ngokwake walahleka, umhlaumbi wazizuzela ingozi?
Yabelana
ULUKA 9 XHO1902A