ULUKA 7:38
ULUKA 7:38 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
wema ngasezinyaweni zake ngasemva elila, waqala ukunyela inyawo zake ngenyembezi, wazisula ngenwele zentloko yake, wanga inyawo zake, wazitambisa ngamafuta mnandi lawo.
Yabelana
Funda ULUKA 7ULUKA 7:38 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wema ezinyaweni zakhe ngasemva, elila; waqala ukuzinyela iinyawo zakhe ngeenyembezi, ezisula ngeenwele zentloko yakhe, ezanga kakhulu iinyawo zakhe, ezithambisa ngamafutha lawo.
Yabelana
Funda ULUKA 7ULUKA 7:38 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waya kuma ngasemva koYesu, ngasezinyaweni zakhe, elila; waza wazifefa iinyawo zakhe ngeenyembezi, wazisula ngeenwele zakhe, wazanga iinyawo zakhe, wazithambisa ngamafutha lawo.
Yabelana
Funda ULUKA 7