ULUKA 6:31 - Compare All Versions

ULUKA 6:31 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Enithanda ukuba abantu benze ngako kuni, yenzani nani kwangokunjalo kubo.

ULUKA 6:31 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Benzeleni okulungileyo abanye abantu ngolo hlobo ninga banganenzela ngalo okulungileyo.

ULUKA 6:31 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Kanjako njengokuba nitanda ukuba abantu benze kuni, nani yenzani kwa njalo kubo.

ULUKA 6:31 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Enithanda ukuba abantu benze ngako kuni, yenzani nani kwangokunjalo kubo.