ULUKA 3:8
ULUKA 3:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke ngoko yenzani izinto ezibonakalisa inguquko. Ze ningafane nithi: ‘Siyinzala ka-Abraham.’ Ndiyanixelela mna, uThixo unako ngawo la matye ukumvelisela abantwana uAbraham.
Yabelana
Funda ULUKA 3ULUKA 3:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Velisani ngoko iziqhamo eziyifaneleyo inguquko; ize ningaqali nithi ngaphakathi kwenu, Thina sinobawo uAbraham: kuba ndithi kuni, Unako uThixo kuwo la matye ukumvelisela abantwana uAbraham.
Yabelana
Funda ULUKA 3ULUKA 3:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke ngoko yenzani izinto ezibonakalisa inguquko. Ze ningafane nithi: ‘Siyinzala ka-Abraham.’ Ndiyanixelela mna, uThixo unako ngawo la matye ukumvelisela abantwana uAbraham.
Yabelana
Funda ULUKA 3