Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

ULUKA 23:34

ULUKA 23:34 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi ke uYesu, Bawo, baxolele; kuba abayazi into abayenzayo. Bathi ke, besabelana ngeengubo zakhe, benza amaqashiso.

Yabelana
Funda ULUKA 23

ULUKA 23:34 IBHAYIBHILE (XHO96)

UYesu wathi: “Bawo, baxolele, kuba abayazi into abayenzayo.” Baza benza *amaqashiso, besabelana ngeengubo zakhe.

Yabelana
Funda ULUKA 23

ULUKA 23:34 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi ke uYesu, Bawo, baxolele; kuba abayazi into abayenzayo. Babelana ngeengubo zakhe, benza amaqashiso.

Yabelana
Funda ULUKA 23

ULUKA 23:34 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Wayesiti u‐Yesu: Bawo! baxolele; ngokuba bengazi into abayenzayo. Bati bezaba ingubo zake, benza amaqashiso.

Yabelana
Funda ULUKA 23

ULUKA 23:34

ULUKA 23:34 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo