ULUKA 21:36
ULUKA 21:36 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Phaphani ngoko, amaxesha onke nikhunga, ukuze kuthiwe nikufanele ukuzisaba zonke ezo zinto ziza kuhla, nokumiswa phambi koNyana woMntu.
Yabelana
Funda ULUKA 21ULUKA 21:36 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke ngoko phaphamani maxa onke, nikhunga, ukuze nibe namandla okuziphepha zonke ezi zinto ziza kwenzeka, nize nibe nokuma phambi *koNyana woLuntu.”
Yabelana
Funda ULUKA 21