ULUKA 19:5-6
ULUKA 19:5-6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Akufika kuloo ndawo, wakhangela phezulu uYesu, wayibona, wathi kuyo, Zakeyu, khawuleza uhle; kuba namhlanje ndimelwe kukuhlala endlwini yakho. Wakhawuleza ke, wehla, wamamkela ngobubele, evuya.
Yabelana
Funda ULUKA 19ULUKA 19:5-6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Akufika kuloo ndawo, wakhangela phezulu uYesu, wathi kuyo: “Zakeyi, khawuleza uhle, kuba namhlanje ndimelwe kukuba lundwendwe lwakho.” Wakhawuleza ke wehla uZakeyi, waza wamkela uYesu ngovuyo.
Yabelana
Funda ULUKA 19