Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

ULUKA 17:26-27

ULUKA 17:26-27 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Njengoko kwaye kuhlé ngemihla kaNowa, koba njalo nangemihla yoNyana woMntu. Babesidla, babesela, babezeka, babesendisa, kwada kwayimini awangena ngayo uNowa emkhombeni; wafika unogumbe, wabatshabalalisa bonke.

Yabelana
Funda ULUKA 17

ULUKA 17:26-27 IBHAYIBHILE (XHO96)

Njengoko kwakunjalo ngemihla kaNowa, koba kwanjalo ngemihla yakhe uNyana woLuntu. Babesidla, besela, bezeka, besendisa, kwada kwangumhla wokungena kukaNowa enqanaweni; wafika unogumbe, wabatshabalalisa bonke.

Yabelana
Funda ULUKA 17

ULUKA 17:26-27 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Njengokuba kwaye kuhle ngemihla kaNowa, koba kwanjalo nangemihla yoNyana woMntu. Babesidla, babesela, babezeka, babesendisa, kwada kwayimini awangena ngayo uNowa emkhombeni, wafika unogumbe, wabatshabalalisa bonke.

Yabelana
Funda ULUKA 17

ULUKA 17:26-27 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Nanjengokuba bekusihla emihleni ka‐Nowa, kwoba njalo nasemihleni yonyana wesintu: bebesidla, bebesela, bebezeka, bebesendiswa, kwada kwaba ngumhla u‐Nowa wangena ngawo enqanaweni, kweza nomsingakazi, wabatshabalalisa kwa bonke.

Yabelana
Funda ULUKA 17
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo