Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

ULUKA 17:15-16

ULUKA 17:15-16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ithe ke enye kuwo apho, yakubona ukuba iphilisiwe, yabuya imzukisa uThixo ngezwi elikhulu. Yawa ngobuso ezinyaweni zakhe, ibulela kuye; yaye yona ingumSamariya.

Yabelana
Funda ULUKA 17

ULUKA 17:15-16 IBHAYIBHILE (XHO96)

Yathi enye kuwo, yakubona ukuba iphilisiwe, yabuya imncoma kakhulu uThixo; yaza yaziphosa ezinyaweni zikaYesu, ibulela kuye. Le ndoda yayingumSamariya.

Yabelana
Funda ULUKA 17

ULUKA 17:15-16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ithe ke enye kuwo, yakubona ukuba iphilisiwe, yabuya imzukisa uThixo ngezwi elikhulu. Yawa ngobuso ezinyaweni zakhe, ibulela kuye; yaye yona ingumSamariya.

Yabelana
Funda ULUKA 17

ULUKA 17:15-16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Yati ke enye kuwo, yakubona ukuba ipilisiwe, yabuya, imdumisa UTIXO ngelizwi elikulu, yeza yawa ngobuso ngasezinyaweni zake, imbulela: yaibe yona ingum‐Samariya.

Yabelana
Funda ULUKA 17
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo