Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

ULUKA 14:34-35

ULUKA 14:34-35 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ilungile ityuwa; ke ukuba ityuwa ithe ayaba nasongo, yothiwani na ukuvakaliswa? Ayiwulungele nomhlaba, ayiwulungele nomgquba; ilahlelwa phandle. Lowo uneendlebe zokuva makeve.

Yabelana
Funda ULUKA 14

ULUKA 14:34-35 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Ityiwa ilungile, kodwa ukuba ithe ayaba nasongo noyithini na ukuyibuyisela isongo? Ayiwulungelanga umhlaba, ingawulungelanga nomgquba. Iyalahlwa. Oneendlebe zokuva makeve.”

Yabelana
Funda ULUKA 14

ULUKA 14:34-35 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ityiwa ilungile, kodwa ukuba ithe ayaba nasongo, yothiwani na ukuvakaliswa? Awuwulungele nomhlaba, awuwulungele nomgquba; kodwa abantu bayawukhupha. Lowo uneendlebe zokuva makeve.

Yabelana
Funda ULUKA 14

ULUKA 14:34-35 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ityuwa yinto elungileyo: kodwa xeshekweni ityuwa ingabi nasongo, iya kuvakaliswa nganina? ayilungele nomhlaba nemfumba yomgquba; iyalahlelwa pandle yona. Onendlebe zokuva, makeve.

Yabelana
Funda ULUKA 14
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo