ULUKA 13:27
ULUKA 13:27 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Athi, Ndithi kuni, andinazi apho nivela khona; mkani kum, nina nonke basébenzi bokungalungileyo.
Yabelana
Funda ULUKA 13ULUKA 13:27 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa yena wothi: ‘Inene, andinazi apho nivela khona. Mkani kum, nina nonke benzi bobubi.’
Yabelana
Funda ULUKA 13