ULUKA 13:24
ULUKA 13:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uthe ke yena kubo, Zamani ukungena ngesango elimxinwa; ngokuba ndithi kuni, baninzi abaya kufuna ukungena, bakhohlwe.
Yabelana
Funda ULUKA 13ULUKA 13:24 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Zamani ukungena ngesango elimxinwa. Ndithi kuni, baninzi abaya kufuna ukungena, bangabi nako.
Yabelana
Funda ULUKA 13