ULUKA 10:2
ULUKA 10:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Yandula yati kubo: Isivuno okunene sininzi, kodwa abasebenzi bancinane; tandazani ngoko KWINKOSI yesivuno, ize iku̔pele esivunweni sayo abasebenzi.
Yabelana
Funda ULUKA 10ULUKA 10:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yayisithi ngoko kubo, Ukuvuna okunene kuninzi, kodwa bona abasebenzi bambalwa; khungani ngoko eNkosini yokuvuna, ikhuphe abasebenzi, baye ekuvuneni kwayo.
Yabelana
Funda ULUKA 10ULUKA 10:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
isithi kubo: “Isivuno okunene sikhulu, kodwa bona abasebenzi bambalwa. Mbongozeni ke ngoko uMnini-ntsimi, ukuba athumele abasebenzi, baye kuvuna.
Yabelana
Funda ULUKA 10