ULUKA 1:34
ULUKA 1:34 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi ke uMariya kuso isithunywa, Kuya kuthini na ukubakho oku, ndingazani nandoda nje?
Yabelana
Funda ULUKA 1ULUKA 1:34 IBHAYIBHILE (XHO96)
UMariya ke wathi kuso isithunywa: “Iya kwenzeka njani na loo nto, ndingazani nandoda nje?”
Yabelana
Funda ULUKA 1