Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IZILILO 1:2

IZILILO 1:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ulila elilile ebusuku, iinyembezi zakhe zisezidleleni zakhe; Akanamthuthuzeli kuzo zonke izithandane zakhe; Onke amakholwane akhe ammenezelele, Aba lutshaba kuye.

Yabelana
Funda IZILILO 1

IZILILO 1:2 IBHAYIBHILE (XHO96)

Uyangqukruleka elila ebusuku, izidlele zakhe zisihla iinyembezi. Kuzo zonke izithandwa zakhe akukho simthuthuzelayo; bonke abahlobo bakhe bamngcatshile, suka baziintshaba zakhe.

Yabelana
Funda IZILILO 1

IZILILO 1:2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ulila kakhulu ebusuku, iinyembezi zakhe zisezidleleni zakhe; kuzo zonke izithandwa zakhe akukho mthuthuzeli; Bonke abahlobo bakhe bamngcatshile baza baba ziintshaba zakhe.

Yabelana
Funda IZILILO 1

IZILILO 1:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Siyalila ngento enzima ebusuku, nenyembezi zaso zipezu kwezidlele zaso: akuko namnye ositutuzelayo pakati kwabo bonke abatandi baso; zonke izihlobo zaso zisipete ngenkohliso, ziba zintshaba kuso.

Yabelana
Funda IZILILO 1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo