Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYOSHUWA 4:24

UYOSHUWA 4:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

ukuze zonke izizwe zehlabathi zisazi isandla sikaYehova ukuba somelele; ukuze nimoyike uYehova uThixo wenu imihla yonke.

Yabelana
Funda UYOSHUWA 4

UYOSHUWA 4:24 IBHAYIBHILE (XHO96)

Loo nto ke iya kwenza ukuba bonke abemi belizwe bawaqonde amandla kaNdikhoyo uThixo wenu, nani nimoyike ngalo lonke ixesha.”

Yabelana
Funda UYOSHUWA 4

UYOSHUWA 4:24 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

ukuze zonke izizwe zehlabathi zisazi isandla sikaYehova ukuba somelele, ukuze zimoyike uYehova uThixo wazo ngonaphakade.

Yabelana
Funda UYOSHUWA 4

UYOSHUWA 4:24 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

ukuze basazi bonke abantu bomhlaba isandla SIKAYEHOVA, ukuba sinamandla sona; ukuze nimoyike UYEHOVA, UTIXO wenu, imihla yonke.

Yabelana
Funda UYOSHUWA 4
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo