UYOSHUWA 14:11 - Compare All Versions
UYOSHUWA 14:11 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndisomelele nanamhla, kwanjengamini wandithumayo uMoses; njengoko ayenjalo amandla am oko, asenjalo nangoku amandla am okulwa, kwaawokuphuma nawokubuya.
Yabelana
UYOSHUWA 14 XHO75UYOSHUWA 14:11 XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa ndisengumqabaqaba njengoko ndandinjalo ukundithuma kwakhe uMosis. Ndisomelele; ndingaya emfazweni, ndingenza nantoni na.
Yabelana
UYOSHUWA 14 XHO96UYOSHUWA 14:11 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndisomelele namhla nje, njengokuba bendinjalo emhleni wanditumayo u‐Mosesi; njengokuba amandla am ebenjalo oko, akwa njalo amandla am kaloku, ngokulwa, nangokupuma, nangokungena.
Yabelana
UYOSHUWA 14 XHO1902AUYOSHUWA 14:11 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Unanamhla ndisomelele njengamini wandithumayo uMoses; njengoko ayenjalo amandla am oko, asenjalo nangoku amandla am okulwa, kwa-awokuphuma nawokubuya.
Yabelana
UYOSHUWA 14 CXB24