Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYOSHUWA 10:25

UYOSHUWA 10:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi uYoshuwa kubo, Musani ukoyika, musani ukuqhiphuka umbilini: yomelelani, nikhaliphe, ngokuba uYehova uya kwenjenjalo kwiintshaba zenu zonke enilwa nazo.

Yabelana
Funda UYOSHUWA 10

UYOSHUWA 10:25 IBHAYIBHILE (XHO96)

wathi ke uYoshuwa: “Nize ningoyiki ninkwantye! Yomelelani nikhaliphe! Yiyo le into aza kuyenza uNdikhoyo kuzo zonke iintshaba zenu enilwa nazo.”

Yabelana
Funda UYOSHUWA 10

UYOSHUWA 10:25 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi uYoshuwa kubo, Musani ukoyika, musani ukoyika; yomelelani, yomelelani, ngokuba uYehova uya kwenza okufanayo kuko konke okulwelayo.

Yabelana
Funda UYOSHUWA 10

UYOSHUWA 10:25 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Waye u‐Yoshuwa esiti kubo: Ningoyiki, ningatuswa nokutuswa; yomelelani, nikalipe: ngokuba kungokunjalo aya kwenza UYEHOVA kuzo zonke intshaba zenu, eniya kulwa nazo.

Yabelana
Funda UYOSHUWA 10
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo