UYOSHUWA 10:14
UYOSHUWA 10:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Akuzanga kubekho mini injengaleyo, phambi kwayo nangasemva kwayo, ngokokude uYehova aliphulaphule izwi lomntu; ngokuba uYehova wawalwela amaSirayeli.
Yabelana
Funda UYOSHUWA 10UYOSHUWA 10:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Akuzange kubekho umhla onjalo ngaphambili. Nangasemva koko awuzange ubekho konke umhla awathi uNdikhoyo waliphulaphula ilizwi lomntu. Wawalwela ke khona uNdikhoyo amaSirayeli!
Yabelana
Funda UYOSHUWA 10