Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYONA 3:5

UYONA 3:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Amadoda aseNineve akholwa kuThixo, amema uzilo, ambatha ezirhwexayo, ethabathela kwabakhulu bawo, esa kwabancinane bawo.

Yabelana
Funda UYONA 3

UYONA 3:5 IBHAYIBHILE (XHO96)

Abo bantu baseNiniva balwamkela olo daba lukaThixo. Ngoko ke bamisela inzila, baza bonke abantu, kuqalela komdala kuye komncinane, bavatha ezenzila.

Yabelana
Funda UYONA 3

UYONA 3:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Abantu baseNineve bakholwa kuThixo, bawubhengeza umhla wozila ukudla, bambatha iingubo ezimnyama, bethabathela komkhulu besa kwabancinane bawo.

Yabelana
Funda UYONA 3

UYONA 3:5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Baza abantu base‐Nineve bakolwa NGUTIXO, bashumayela inzilo, bambata intlakantlaka, kwa kubo abakulu kwada kwakubo abancinane.

Yabelana
Funda UYONA 3
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo