UYONA 3:10
UYONA 3:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke kaloku uThixo wasibona isenzo sabo nokwahlukana kwabo neendlela zabo ezimbi. Ngoko ke uThixo wayijika ingqondo yakhe, akabi sabatshabalalisa njengoko wayezimisele.
Yabelana
Funda UYONA 3UYONA 3:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UThixo wazibona izenzo zabo, ukuba babuyile ezindleleni zabo ezimbi; uThixo wazohlwaya ngenxa yobubi, abethé uya kubenza kubo; àkabenza.
Yabelana
Funda UYONA 3UYONA 3:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke kaloku uThixo wasibona isenzo sabo nokwahlukana kwabo neendlela zabo ezimbi. Ngoko ke uThixo wayijika ingqondo yakhe, akabi sabatshabalalisa njengoko wayezimisele.
Yabelana
Funda UYONA 3