UYONA 2:2 - Compare All Versions
UYONA 2:2 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndazibika ndisesiswini selabafileyo, Waliva wena ilizwi lam.
Yabelana
UYONA 2 XHO75UYONA 2:2 XHO96 (IBHAYIBHILE)
wathi: “Ekubandezelekeni kwam ndakhala kuNdikhoyo, waza ke yena wandiphendula. Ndakhala ndisemathunjini engcwaba, waza ke wena waliva ilizwi lam.
Yabelana
UYONA 2 XHO96UYONA 2:2 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ndathi, Ndakhala kuYehova ngenxa yokubandezeleka kwam, wandiva; ndisesiswini sobafileyo, ndakhala, waliva ilizwi lam.
Yabelana
UYONA 2 CXB24UYONA 2:2 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndabiza ngenxa yokubandezelwa kwam KUYEHOVA, wandipendula ke; ndadanduluka ndisembilini wehadesi, waliva wena ilizwi lam.
Yabelana
UYONA 2 XHO1902A