Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYONA 1:12

UYONA 1:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba ulwandle belusiya lusilwa. Wathi kuwo, Ndifunquleni, nindijulele elwandle, ludambe ulwandle, luniyeke; kuba ndiyazi, ukuba lo moya, mkhulu uvuthuzayo, ùphezu kwenu, úngenxa yam.

Yabelana
Funda UYONA 1

UYONA 1:12 IBHAYIBHILE (XHO96)

UJona waphendula wathi: “Ndifunquleni nindiphose elwandle, ukuze luzole. Kaloku ndiyaqonda ukuba ndim lo unizisele olu qhwithela.”

Yabelana
Funda UYONA 1

UYONA 1:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi kuwo, Ndithabatheni, nindijulele elwandle; ngoko ke ulwandle luya kunizolisa, kuba ndiyazi ukuba esi sivuthuvuthu sinifikele, ngenxa yam.

Yabelana
Funda UYONA 1

UYONA 1:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Wayesiti kuwo: Ndifunquleni, nindiposele elwandle; luya kwandula ulwandle lunizolele; ngokuba ndisazi kungenxa yam oluqwitela lukulu lupezu kwenu.

Yabelana
Funda UYONA 1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo