Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYOWELI 1:13

UYOWELI 1:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Bhinqani ezirhwexayo, nimbambazele, babingeleli; bhombolozani, balungiseleli besibingelelo; yizani, lalani ngezirhwexayo bonke ubusuku, balungiseleli boThixo wam; kuba indlu yoThixo wam ivinjiwe umnikelo wokudla nothululwayo.

Yabelana
Funda UYOWELI 1

UYOWELI 1:13 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ke nina, babingeleli, fakan' ezokufelwa nizile; bhombolozani, balungiseleli baseqongeni. Yambathani ezokuzila nasebusuku, nditsho nina, balungiseleli bakaThixo wam, ngenxa yeminikelo yeenkozo nethululwayo. Kaloku yona inqamkile endlwini yoThixo wenu.

Yabelana
Funda UYOWELI 1

UYOWELI 1:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Zibopheni nina babingeleli; Dumani, bakhonzi besibingelelo; yizani, nilale ebumnyameni bonke ubusuku, bakhonzi boThixo wam

Yabelana
Funda UYOWELI 1

UYOWELI 1:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Binqani, nenze isijwili, nina baperisite! kalani, nina bakonzi besibingelo! ngenani, nihlale ngentlakantlaka ubusuku bonke, nina bakonzi BOTIXO wam! ngokuba umnikelo wokudla, nomnikelo wokusela, ubanjiwe kuyo indlu KATIXO wenu.

Yabelana
Funda UYOWELI 1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo