Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYOBHI 8:20-21

UYOBHI 8:20-21 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Yabona, uThixo akamcekisi ogqibeleleyo, Akababambi ngesandla abenzi bobubi. Úya kuwuzalisa umlomo wakho ngokuhleka, Nemilebe yomlomo wakho ngokuduma

Yabelana
Funda UYOBHI 8

UYOBHI 8:20-21 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Ewe, uThixo akamlahli umntu othembekileyo, kodwa akangeke azomeleze izandla zabenzi bokubi. Ngoko ke úya kulubuyisela uncumo emlonyeni wakho, nemilebe yakho ibobotheke yimincili.

Yabelana
Funda UYOBHI 8

UYOBHI 8:20-21 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Yabona, uThixo akamshiyi ogqibeleleyo, Akasindisi amanginingini; Ade azalise umlomo wakho ngokuhleka, Nomlomo wakho ugcwale ngovuyo.

Yabelana
Funda UYOBHI 8

UYOBHI 8:20-21 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Bona ke, UTIXO akayi kumlahla ofezekileyo; akayi kubamba abenzi bokubi ngesandla kanjalo. Nxa asazalisa ikuhlangubo lako ngohleko, nomlomo wako ngomemezo lwomgcobo

Yabelana
Funda UYOBHI 8
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo