Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYOBHI 5:17-18

UYOBHI 5:17-18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Yabona, únoyolo mntu owohlwaywa nguThixo! Musa ke ukukucekisa ukuthethisa kukaSomandla! Kuba wénza buhlungu, abophe; Úyaphalusa, ziphilise izandla zakhe.

Yabelana
Funda UYOBHI 5

UYOBHI 5:17-18 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Ewe, unenyhweba umntu olulekwa nguThixo; ngoko ke sukuyidela ingqeqesho kaSomandla! Kaloku yena uyenzakalisa, abuye abophe; kanti kwayena uyabetha, abuye aphilise ngezandla zakhe.

Yabelana
Funda UYOBHI 5

UYOBHI 5:17-18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Yabona, unoyolo mntu owohlwaywa nguThixo; ke ngoko anisigwebi isohlwayo sikaSomandla. Kuba wenza buhlungu, abophe; uyaphalusa, ziphilise izandla zakhe.

Yabelana
Funda UYOBHI 5

UYOBHI 5:17-18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Bona ke, unetamsanqa umntu owohlwaywa NGUTIXO; ngako ukubeta KWOSOMANDLA ungakudeli. Ngokuba etutumbisa, abuye abope; uyalimaza, ziti izandla zake zipolise.

Yabelana
Funda UYOBHI 5
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo