UYOBHI 41:11
UYOBHI 41:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngubani na ondiphangeleyo, wandinika ukuba ndibuyekeze? Okuphantsi kwamazulu onke kokwam.
Yabelana
Funda UYOBHI 41UYOBHI 41:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ukhona na onako ukubanga into kum ukuze ndimbuyisele? Kaloku yonke into phantsi kwezulu yeyam.
Yabelana
Funda UYOBHI 41