UYOBHI 36:5
UYOBHI 36:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yabona, uThixo unamandla, akacekisi bani; Unamandla ngokuqina kwengqondo.
Yabelana
Funda UYOBHI 36UYOBHI 36:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
UThixo womelele, kodwa akadeleli mntu; unamandla, nolwazi lwakhe alugungqi.
Yabelana
Funda UYOBHI 36