UYOBHI 36:11
UYOBHI 36:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba bathe beva, bamkhonza, Boyigqiba imihla yabo ekulungeni, Neminyaka yabo ebumnandini.
Yabelana
Funda UYOBHI 36UYOBHI 36:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ukuba ke bayamva bemthobela uThixo, boyigqiba imihla yabo bexhamla indyebo, neminyaka yabo ibe yeyokwaneliseka.
Yabelana
Funda UYOBHI 36