Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYOBHI 34:10-11

UYOBHI 34:10-11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngako oko, nina madoda okuqonda, phulaphulani kum; Makube lee kuThixo ukuba ngongendawo; KuSomandla, ukuba abe nobugqwetha, Ke ukwenza komntu ukúbuyekeza kuye, Amfumanise umfo ngokwehambo yakhe.

Yabelana
Funda UYOBHI 34

UYOBHI 34:10-11 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Kambe ke ndiphulaphuleni, zingqondi: kukude lé kuThixo ukwenza ububi, kuSomandla ukwenza ubugwenxa. Kuye umntu uvuna loo nto ayilimileyo; umntu umphatha ngokwehambo yakhe.

Yabelana
Funda UYOBHI 34

UYOBHI 34:10-11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngako oko, nina madoda okuqonda, ndiphulaphuleni; Kukude kuThixo ukuba wenze ububi; nokukaSomandla ukwenza ububi. Uya kumbuyekeza ngokwezenzo zakhe, Elowo nalowo ngokwendlela yakhe.

Yabelana
Funda UYOBHI 34

UYOBHI 34:10-11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngako oko, madoda okuqonda! pulapulani kum: Makube lé ubumenemene KUTIXO, nobono KUSOMANDLA! Ngokuba umsebenzi wabantu eya kuwubuyekezela kubo, enze ukuba bonke ngabanye bafumane njengokwemikwa yabo.

Yabelana
Funda UYOBHI 34
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo