Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYOBHI 33:14

UYOBHI 33:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kanti, hayi, ngendlela enye uThixo uyathetha, Nangezimbini, ke akukhathalwa.

Yabelana
Funda UYOBHI 33

UYOBHI 33:14 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Kaloku uThixo uthetha nomntu ngandlela zonke, kambe ke yena umntu akahoyi.

Yabelana
Funda UYOBHI 33

UYOBHI 33:14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba uThixo uthetha kube kanye, Nangezimbini, kodwa umntu akaboni.

Yabelana
Funda UYOBHI 33

UYOBHI 33:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba UTIXO eteta kanye, ewe kabini, kodwa akugqalelwa.

Yabelana
Funda UYOBHI 33
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo