Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYOBHI 32:8

UYOBHI 32:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Noko ngumoya osemntwini, Nokuphefumla kukaSomandla okubaqondisayo.

Yabelana
Funda UYOBHI 32

UYOBHI 32:8 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kambe ke ngoku ndiyaqonda ukuba ngumoya osemntwini, ewe, lifuthe likaSomandla elimthi jize ngokuqonda umntu.

Yabelana
Funda UYOBHI 32

UYOBHI 32:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Noko umoya usemntwini, Nokuphefumla kukaSomandla kuqondisa.

Yabelana
Funda UYOBHI 32

UYOBHI 32:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa kuko umoya emntwini; nokupefumla KWOSOMANDLA kuyabanika ingqondo.

Yabelana
Funda UYOBHI 32
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo