Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYOBHI 23:10

UYOBHI 23:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba úyayazi indlela enam; Endicikidile, bendiya kuphuma njengegolide.

Yabelana
Funda UYOBHI 23

UYOBHI 23:10 IBHAYIBHILE (XHO96)

Phofu ke uThixo uyayazi indlela endiyihambayo; ukuba unokukhe andivavanye ndingafumaneka ndimsulwa okwegolide.

Yabelana
Funda UYOBHI 23

UYOBHI 23:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ke niyayazi indlela endihamba ngayo; ukuba uthe wandilinga, ndophuma njengegolide.

Yabelana
Funda UYOBHI 23

UYOBHI 23:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa uyazi indlela endinayo; akuba endilingile, ndiya kuvela njengegolide.

Yabelana
Funda UYOBHI 23
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo