Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UYOBHI 20:4-5

UYOBHI 20:4-5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Oku ùyakwazi na kambe kwanini, Kususela koko lwabekwayo uluntu ehlabathini: Ukuba ukumemelela kwabangendawo kufutshane, Ukuvuya kweentshembenxa kokwephanyazo?

Yabelana
Funda UYOBHI 20

UYOBHI 20:4-5 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngaba akuyiqondi le nto, ingathi lisiko lidala nje? Laqala kwaukufika komntu wokuqala ehlabathini. Nditsho le nto yokuba ulonwabo lwesikhohlakali alubhekele phi. Kaloku imincili yalowo ungamnquliyo uThixo yeyomzuzwana nje.

Yabelana
Funda UYOBHI 20

UYOBHI 20:4-5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Anazi na, ukuba kususela kudala umntu wamiswa ehlabathini? Kuba usindiso lwabangendawo lulufutshane, Ukuvuya kwabangendawo kokwephanyazo?

Yabelana
Funda UYOBHI 20

UYOBHI 20:4-5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Oku akukwazi na, kwa kudala nje, kuseloko kwabekwayo umntu pezu kwomhlaba, ukuba ukuvuyelela kwabakohlakeleyo kufutshane, nokuba ukugcoba kwomginwa kokwepanyazo?

Yabelana
Funda UYOBHI 20
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo